Iduteronomi 4:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

akukho wumbi; uyigcìne imimiselo yakhe, nemithetho yakhe, endikumisela yona namhla, ukuba kulúnge kuwe, nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyolule imihla yakho emhlabeni, lowo akunika wona uYehova uThixo wakho imihla yonke.

Iduteronomi 4

Iduteronomi 4:32-49