Iduteronomi 4:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba nguThixo onemfesane uYehova uThixo wakho; akayi kukuyekela, akayi kukonakalisa, akayi kuwulibala umnqophiso wooyihlo awabafungelayo.

Iduteronomi 4

Iduteronomi 4:28-39