Iduteronomi 4:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa uthe wazala abantwana, nabantwana babantwana, kwada kwaba kudala nihleli kwelo zwe, nazonakalisa, nenza umfanekiso oqingqiweyo, imbonakalo yento nokuba yiyiphi, nenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wenu, namqumbisa:

Iduteronomi 4

Iduteronomi 4:18-32