Iduteronomi 32:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Ndiya kubusithelisa ubuso bam kubo,Ndibòne ukuba koba yintoni na ukuphela kwabo;Ngokuba basisizukulwana sempenduka,Ngoonyana abangenantembeko.

Iduteronomi 32

Iduteronomi 32:12-29