Wamfumana ezweni eliyintlango,Enyanyeni, enkangala ebhombolozayo;Wamwola, wamondla,Wamlondoloza njengokhozo lweliso lakhe.