Iduteronomi 31:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UMoses wambiza ke uYoshuwa, wathi kuye emehlweni amaSirayeli onke, Yomelela ukhaliphe; kuba wena uya kungena naba bantu kwelo zwe wafungayo kooyise uYehova ukuba wobanika; wena uya kubadlisa ilifa.

Iduteronomi 31

Iduteronomi 31:3-16