Iduteronomi 31:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndiyazi ukuba, emva kokufa kwam, niya kuzonakalisa kanye, nityeke endleleni endiniwisele umthetho ngayo, nihlelwe bububi ekupheleni kwemihla; ngokuba niya kwenza ububi phambi koYehova, ukuba nimqumbise ngomsebenzi wezandla zenu.

Iduteronomi 31

Iduteronomi 31:20-30