Iduteronomi 31:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wammisela uYoshuwa unyana kaNun umthetho; wathi, Yomelela, ukhaliphe, kuba ùya kubangenisa wena oonyana bakaSirayeli kwelo zwe ndabafungela lona. Ndiya kuba nawe mna.

Iduteronomi 31

Iduteronomi 31:21-25