Iduteronomi 30:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba umthande uYehova uThixo wakho, uliphulaphule ilizwi lakhe, unamathele kuye: ngokuba bubomi bakho, nokolulwa kweemini zakho; ukuze uhlale emhlabeni lowo awafunga uYehova kooyihlo ooAbraham noIsake noYakobi, ukuba wobanika.

Iduteronomi 30

Iduteronomi 30:16-20