Iduteronomi 3:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kum, Musa ukumoyika; ngokuba ndimnikele esandleni sakho, nabantu bakhe bonke, nelizwe lakhe; uya kwenza kuye njengoko wenza ngako kuSihon ukumkani wama-Amori, obemi eHeshbhon.

Iduteronomi 3

Iduteronomi 3:1-8