Iduteronomi 3:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYahire, unyana kaManase, wathabatha wonke ummandla weArgobhi, wada wesa emdeni wamaGeshuri namaMahakati, wawubiza ngegama lakhe, wathi iBhashan yiHavotiyahire,* unanamhla.

Iduteronomi 3

Iduteronomi 3:8-21