Iduteronomi 27:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo notyhidiweyo, into elisikizi kuYehova, into engumsebenzi wezandla zomkroli, ayibeke endaweni esitheleyo; bavume bonke abantu, bathi, Amen.

Iduteronomi 27

Iduteronomi 27:9-24