Iduteronomi 23:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wobiza inzala kowolunye uhlanga; uze ungabizi nzala kumzalwana wakho, ukuze akusikelele uYehova uThixo wakho ezintweni zonke osisa kuzo isandla sakho, kulo ilizwe ongena kulo ukuba ulimé.

Iduteronomi 23

Iduteronomi 23:18-23