Iduteronomi 21:7-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. aphendule, athi, Izandla zethu aziliphalazanga eli gazi, namehlo ethu akabonanga;

8. camagu, Yehova, kubantu bakho amaSirayeli owawakhululayo; musa ukubeka igazi elingenatyala phakathi kwabantu bakho amaSirayeli.

9. Bolicanyagushelwa ke igazi. Wolitshayela ke wena igazi elingenatyala, lingabikho phakathi kwakho, xa uthe wenza okuthe tye emehlweni kaYehova.

Iduteronomi 21