9. Kothi bakugqiba ababhali ukuthetha ebantwini, bamise abathetheli bemikhosi bokukhokela abantu.
10. Xa uthe wasondela emzini, usiya kulwa nawo, womemeza uxolo kuwo;
11. kuthi, ukuba Ășthe wakuphendula ngoxolo wakuvulela, bonke abantu abafunyenwe kuwo babe ngabafakwa uviko, bakukhonze.