Iduteronomi 20:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa nithe ke nenza iintsuku niwungqingile umzi, nisilwa nawo ukuba niwuhluthe, uze ungayonakalisi imithi yawo ngokuyixabela ngezembe; kuba ùya kudla kuyo. Uze ungayigawuli; kuba umthi wasendle ungumntu na, ukuba ungqingwe nguwe?

Iduteronomi 20

Iduteronomi 20:15-20