Xa uthe waphuma waya kulwa neentshaba zakho, waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa, abantu abaninzi kunawe, uze ungaboyiki; ngokuba Ășnawe uYehova uThixo wakho, owakunyusayo ezweni laseYiputa.