Iduteronomi 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kum, Uze ungawabandezeli amaMowabhi, uze ungabambani nawo ulwe nawo; kuba andiyi kukunika nto yelizwe lawo uyihluthe; kuba iAre ndiyiniké oonyana bakaLote, ukuba bayime.

Iduteronomi 2

Iduteronomi 2:6-13