Iduteronomi 2:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Àkavuma uSihon ukumkani weHeshbhon, ukuba sicande kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wamqinisa isibindi, wayenza ingqoshomba intliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho, njengokuba kunjalo namhla.

Iduteronomi 2

Iduteronomi 2:21-33