Iduteronomi 19:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

waya nommelwane wakhe ehlathini, esiya kugawula imithi, isandla sakhe sajiwula izembe, enqumla imithi, yaphunyuka intsimbi emphinini, yabetha kummelwane wakhe, wafa: lowo wosabela komnye umzi kuloo mizi, asinde;

Iduteronomi 19

Iduteronomi 19:2-12