Uze ungawushenxisi umlimandlela wommelwane wakho, abawumisáyo abamandulo elifeni lakho, oya kulidla ezweni elo akunikayo uYehova uThixo wakho ukuba ulimé.