Iduteronomi 15:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ke ze kungabikho hlwempu kuwe; ngokuba uYehova wokusikelela kakhulu ezweni elo, akunikayo uYehova uThixo wakho ukuba libe lilifa, ulimé;

Iduteronomi 15

Iduteronomi 15:1-10