Iduteronomi 15:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nali ke isiko loyekelelo: Bonke ababoleki ababoleke ngesandla sabo, mabayiyekelele into abayiboleke ummelwane wabo, bangàmmemi ummelwane wabo ongumzalwana wabo; ngokuba kumenyezwe uyekelelo lukaYehova.

Iduteronomi 15

Iduteronomi 15:1-11