Iduteronomi 13:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kofika esakho isandla kuye kuqala ukuba simbulale, kwandule ukufika esabantu bonke isandla emva koko, umxulube ngamatye afe;

Iduteronomi 13

Iduteronomi 13:5-16