Iduteronomi 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti naloo mphuphi wamaphupha; ngokuba kusukuba enilinga uYehova uThixo wenu, ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke, nangomphefumlo wenu wonke.

Iduteronomi 13

Iduteronomi 13:1-12