Iduteronomi 12:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa qina ungalidli igazi, kuba igazi ngumphefumlo; uze ungawudli ke umphefumlo kunye nenyama.

Iduteronomi 12

Iduteronomi 12:19-26