Iduteronomi 12:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yiyo le imimiselo namasiko, enowagcina ukuba niwenze ezweni elo, akunika lona uYehova uThixo wooyihlo, ukuba ulimé yonke imihla enidla ngayo ubomi emhlabeni.

2. Zichitheni kuphele zonke iindawo, apho iintlanga enizigqogqayo zabakhonzela khona oothixo bazo, ezintabeni eziphakamileyo, nasezindulini, naphantsi kwemithi yonke eluhlaza;

Iduteronomi 12