Iduteronomi 11:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

noko wakwenzayo kooDatan noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi unyana kaRubhen; ukuba umhlaba wakhamisa umlomo wawo, wabaginya, nezindlu zabo, neentente zabo, nento yonke ephilileyo eyabalandelayo, àbabakho phakathi kwamaSirayeli onke.

Iduteronomi 11

Iduteronomi 11:1-8