Iduteronomi 11:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba, ukuba nithe nawugcina ngenyameko lo mthetho wonke ndiniwiselayo ukuba niwenze, nimthande uYehova uThixo wenu, nihambe ngeendlela zakhe zonke, ninamathele kuye;

Iduteronomi 11

Iduteronomi 11:14-25