Iduteronomi 10:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Banduluka oonyana bakaSirayeli eBheroti-bhene-yahakan, baya eMosera. Wafa apho uAron, wangcwatyelwa khona; uElazare unyana wakhe waba ngumbingeleli esikhundleni sakhe.

Iduteronomi 10

Iduteronomi 10:1-16