Iduteronomi 1:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYoshuwa unyana kaNun, oma phambi kwakho, nguye owongena khona; momeleze, ngokuba yena wowadlisa ilifa elo amaSirayeli.

Iduteronomi 1

Iduteronomi 1:36-39