Iduteronomi 1:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ingenguKalebhi unyana kaYefune; wólibona yena. Ndiya kumnika ilizwe awanyathela phezu kwalo, yena noonyana bakhe, ngenxa enokuba emlandele kwaphela uYehova.

Iduteronomi 1

Iduteronomi 1:30-45