Ekayakobi 4:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Niyakhanuka, ningabi nakuzuza nto noko; niyabulala, nizonde, ningabi nakufumana nto noko; niyalwa, nenze imfazwe, ningabi nakuzuza nto ke, ngenxa yokuba ningaceli.

Ekayakobi 4

Ekayakobi 4:1-4