Ekayakobi 4:15-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

15. Endaweni yokuba nithi, Ukuba iNkosi ithe yathanda, saphila, siya kwenza le nto, nalaa nto.

16. Ngoku ke niqhayisa ngokuqhankqalaza kwenu; konke ukuqhayisa okunjalo akundawo.

17. Ngoko kowaziyo ukwenza okuhle, angakwenzi, kulowo kusisono.

Ekayakobi 4