Ekayakobi 3:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba siyakhubeka kaninzi sonke.Ukuba umntu akakhubeki zwini, lowo uyindoda egqibeleleyo, enako ukuwubamba ngomkhala nawo umzimba uphela.

Ekayakobi 3

Ekayakobi 3:1-5