Ekayakobi 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

naza nakhangela kulowo uvethe ingubo eqaqambileyo, nathi kuye, Hlala apha kakuhle wena; nathi kulo ihlwempu, Yima phaya wena; mhlawumbi, Hlala phantsi apha ngasesihlalweni seenyawo zam:

Ekayakobi 2

Ekayakobi 2:1-8