Ekayakobi 2:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wosuka omnye, athi, Wena unokholo, ke mna ndinemisebenzi; ndibonise ukholo lwakho olungenamisebenzi yakho; nam ndokubonisa ngokwasemisebenzini yam ukholo lwam.

Ekayakobi 2

Ekayakobi 2:12-22