Abagwebi 9:54 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabiza kamsinya umfana wakwakhe obephethe iintonga zakhe, wathi kuye, Rhola ikrele lakho, undibulale, hleze kuthiwe ngam, Úbulewe yinkazana. Umfana wakwakhe wamhlaba amahlànza, wafa ke.

Abagwebi 9

Abagwebi 9:50-57