Abagwebi 9:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza endlwini kayise eOfra, wababulala abazalwana bakhe, oonyana bakaYerubhahali, amadoda amashumi asixhenxe, tyeni linye; kwasala uYotam, unyana omncinane kaYerubhahali, ngokuba wazímela.

Abagwebi 9

Abagwebi 9:1-13