Abagwebi 9:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UGahali wababona abantu, wathi kuZebhule, Naba abantu besihla ezincotsheni zeentaba. Wathi uZebhule kuye, Ùbona amathunzi eentaba ngathi ngabantu.

Abagwebi 9

Abagwebi 9:32-38