Abagwebi 9:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma abathunywa kuAbhimeleki ngenkohliso, esithi, Nanku uGahali unyana kaEbhede, nabazalwana bakhe, befiké kwaShekem; yabona, bayawubandezela umzi ukuba uchasane nawe.

Abagwebi 9

Abagwebi 9:27-36