Abagwebi 8:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafa uGidiyon unyana kaYowashe, eyingwevu enkulu, wangcwatyelwa engcwabeni likaYowashe uyise, eOfra yama-Abhihezere.

Abagwebi 8

Abagwebi 8:22-35