Abagwebi 8:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuYetere owamazibulo kuye, Suk' ume, ubabulale. Ke indodana leyo ayilirholanga ikrele layo; ngokuba ibisoyika, kuba ibisengumfana.

Abagwebi 8

Abagwebi 8:13-24