Abagwebi 8:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uZebha noTsalimuna bebeseKarkore, benemikhosi yabo, ngathi ngamawaka alishumi elinamahlanu ewonke amadoda, abesele kwimikhosi yonke yabasempumalanga. Kwakuwé amadoda alikhulu elinamanci mabini amawaka, arhola ikrele.

Abagwebi 8

Abagwebi 8:1-14