Abagwebi 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wehla nabantu waya emanzini; wathi uYehova kuGidiyon, Bonke abasukuba bekramncela amanzi ngolwimi lwabo, njengoko ixhaphayo inja, uze ubamise bodwa; bonke abasukuba beguqa ngamadolo abo ukuba basele, uze ubamise bodwa.

Abagwebi 7

Abagwebi 7:1-14