Abagwebi 7:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawudanduluke ke ngoko ezindlebeni zabantu, uthi, Owoyikayo nogubhayo makabuye, makanyebeleze emke ezintabeni zeGiliyadi. Kwabuya ke kubo abantu abangamawaka angamashumi omabini anamabini; kwasala amawaka alishumi.

Abagwebi 7

Abagwebi 7:1-4