Abagwebi 7:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahlatyelwa umkhosi, weza umntu wakwaSirayeli ephuma kwaNafetali, nakwa-Ashere, nakuManase wonke, wawasukela amaMidiyan.

Abagwebi 7

Abagwebi 7:22-25