Abagwebi 7:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ummelwane wayo wathi, Loo nto kunje likrele likaGidiyon, unyana ka Yowashe, indoda yakwaSirayeli; uThixo uwanikele amaMidiyan nomkhosi wonke esandleni sakhe.

Abagwebi 7

Abagwebi 7:5-20