Abagwebi 6:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma abathunywa kumaManase onke, ahlatyelwa; eza nawo amlandela. Wathuma abathunywa kuma-Ashere, nakumaZebhulon, nakumaNafetali; enyuka awakhawulela.

Abagwebi 6

Abagwebi 6:27-40