Abagwebi 6:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYowashe kubo bonke ababemmele, Niya kummela uBhahali nina aba na? Niya kumsindisa nina aba na? Lowo ummelayo uBhahali makabulawe; makhe kuse. Ukuba únguThixo, makazithethele, ngokuba sídiliziwe isibingelelo sakhe.

Abagwebi 6

Abagwebi 6:24-36